Uhezekile 28:22 Ibhayibhile (XHO96)

uthi: Itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi:“Ndiyalwa nawe, Sidon.Udumo lwam ndolubonakalisa ngawe.Abantu baya kwazi ukuba ndinguNdikhoyoxa ndiyohlwaya iSidon,ndibonisa ubungcwele bam ngayo.

Uhezekile 28

Uhezekile 28:21-25