Uhezekile 27:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. “IDedan irhwebe ngezingqwashu.

21. “Babengabathengi bempahla yakho abelama-Arabhu nazo zonke iinkosi zaseKedare. Bakuzisele amatakane eegusha, neenkunzi zeegusha nezeebhokhwe.

22. “Uthengiselene nabarhwebi baseShebha nabaseRama. Ukuze bafumane impahla yakho bathengise ngezona-zona zinongo, nawona-wona matye anqabileyo, nangegolide.

Uhezekile 27