Uhezekile 27:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Barhwebile nawe abakwaJuda nabakwaSirayeli; bakuphathele ingqolowa yaseMiniti nezimuncu-muncu, ubusi, amafutha, namachiza, bazuza izinto orhweba ngazo.

Uhezekile 27

Uhezekile 27:13-19