Uhezekile 26:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Mntundini, iTire ihlekise ngeJerusalem yathi: ‘Tshotsho uvuleke, sangondini eliya ezizweni! Iingcango zakho zivulelwe mna. Njengoko sewulinxuwa wena ndiza kuchuma mna.’

Uhezekile 26

Uhezekile 26:1-12