Uhezekile 26:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ithi iNkosi uNdikhoyo: “Ndiya kukutshabalalisa ube linxuwa, kungabi sabakho bani uhlala kuwe; ndiya kukuntywilisela enzonzobileni yamanzi olwandle;

Uhezekile 26

Uhezekile 26:12-21