Uhezekile 25:4 Ibhayibhile (XHO96)

ke mna ndiza kuninikezela kwisizwe sasempuma, nize nibe sezandleni zaso. Baya kumisa iikampu zabo, beme phakathi kwenu; baya kuzitya iziqhamo zenu, bawatye amasi eenkomo zenu.

Uhezekile 25

Uhezekile 25:1-5