Uhezekile 24:27 Ibhayibhile (XHO96)

Umlomo wakho uya kuvuleka ngoko nangoko; uya kuthetha naye kuba ungenakuthula. Ke ngoko uya kuba ngumqondiso kubo, baze baqonde ukuba ndinguNdikhoyo.”

Uhezekile 24

Uhezekile 24:18-27