Uhezekile 23:7 Ibhayibhile (XHO96)

Waba lihenyukazi lazo zonke izinxiba-mxhaka zaseAsiriya, wazenyelisa ngezithixo zabo bonke awayebabawela.

Uhezekile 23

Uhezekile 23:1-16