Uhezekile 23:39 Ibhayibhile (XHO96)

Kanye ngalo mhla benza idini ngabantwana babo kwizithixo zabo, bangena esibingelelweni sam, basigqwalisa. Nantso ke into abayenzileyo endlwini yam.

Uhezekile 23

Uhezekile 23:28-49