Uhezekile 22:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kuwe, Jerusalem, abantwana ababenzeli imbeko ooyise noonina. Bayacinezelwa abangeneleli; ziphathwa kakubi iinkedama nabahlolokazi.

Uhezekile 22

Uhezekile 22:1-11