Uhezekile 22:30 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndafuna phakathi kwabo indoda yokwakha udonga, ize ime esikrobeni phambi kwam, imele ilizwe, ukuze mna ndingalitshabalalisi; kodwa andiyifumani.

Uhezekile 22

Uhezekile 22:26-31