Uhezekile 21:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuyikhuphela kuwe ingqumbo yam,ndikuvuthulule ngoshushu wona umsindo.Ndiya kukwenza ixhoba lezikrelemnqa,amachule kanye okubhubhisa.

Uhezekile 21

Uhezekile 21:22-32