Uhezekile 21:24 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke ngoko uthi *uNdikhoyo iNgangalala: Ngenxa yokuba, bantundini, ityala lenu nilibonakalise nazicacisa ukuba ningabavukeli, nazityhila nezono zenu ngazo zonke izenzo zenu, ngoko ke niya kuthinjwa.

Uhezekile 21

Uhezekile 21:18-32