Uhezekile 21:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ziya kugubha iintliziyonabafayo baya kuba yinyambalala,kuba ikrele lentshabalalo liya kuba kumasango onke.Awu! Liya kumenyezela okombane,kuba lithiwe qhiwu ukuze ligwaze.

Uhezekile 21

Uhezekile 21:8-18