Khala wenze isijwili, mntundini,kuba liza kudla kubantu bam,liza kudla ezinkosini zakwaSirayeli.Ziza kuba sisisulu sekrele zona nabantu bam.Hlunguzelisa intloko wena;