Uhezekile 19:9 Ibhayibhile (XHO96)

Bayirhola ngamagwegwe, bayifaka ehokweni;beza nayo kukumkani waseBhabheli,yavalelwa entolongweni.Awabe uphinde uviwe umgqumo wayo kwiintaba zakwaSirayeli.

Uhezekile 19

Uhezekile 19:2-12