Uhezekile 19:6 Ibhayibhile (XHO96)

Yanyalasa phakathi kweengonyama,kuba kaloku yayisisigantsontso sengonyama;yafunda ukudlavuza amaxhobanokuwathi nqwam-nqwam amadoda.

Uhezekile 19

Uhezekile 19:1-14