Uhezekile 18:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke noko indlu kaSirayeli isatsho ukuthi: ‘Inkqubo kaNdikhoyo ayinalungelelwano.’ Ndlu kaSirayeli, inolungelelwano inkqubo yam. Ziindlela zenu ezingenalo ulungelelwano.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:25-32