Uhezekile 17:24 Ibhayibhile (XHO96)

Yonke imithi yasendle iya kundazi ukuba mna Ndikhoyo ndiyawuwisa umthi omde, omfutshane ndiwenze ube mde. Ndiya wenza ubune umthi oluhlaza, ndiwuhlumise umthi obusowomile.“Ndithethile nje mna Ndikhoyo, ndiya kukwenza oko.”

Uhezekile 17

Uhezekile 17:21-24