Uhezekile 16:7 Ibhayibhile (XHO96)

ndakukhulisa okwesihluma edlelweni. Wakhula wahluma waba njengelona litye lihle kumatye aqaqambileyo, antshula amabele akho, zakhula neenwele zakho, kodwa wawuze.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:1-9