Uhezekile 16:45 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku umfuzile unyoko, kuba yena wamdela umyeni wakhe kunye nabantwana bakhe; ukwangumgubo wengxowa enye noodade wenu abâthi bona babadela abayeni babo nabantwana babo. Unyoko wayengumHiti, uyihlo engumAmori.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:38-51