Uhezekile 16:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ayisikwanga inkaba yakho mhla wazalwa; awuhlanjwanga nangamanzi ukuze ucoceke; awuhlikihlwanga nangetyuwa; awusongelwanga nangengubo.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:1-11