Uhezekile 16:39 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ndiya kukunikezela kumakrexe akho; aya kuzidiliza ingqumba zakho zamatye, aziwise izibingelelo zakho. Aya kuyikhulula impahla yakho, azihluthe izihombo zakho zamatye anqabileyo amahle, akushiye uze ungenanto.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:35-44