Uhezekile 14:18 Ibhayibhile (XHO96)

ngokwenene ndiyafunga, itsho iNkosi uNdikhoyo, nokuba la madoda mathathu ebenokuba lapho ebengayi kuba nako ukuzisindisa iintombi noonyana bawo. Bekuya kusinda wona odwa.

Uhezekile 14

Uhezekile 14:12-22