Uhezekile 14:11 Ibhayibhile (XHO96)

Xa kunjalo abantu bakwaSirayeli baya kukuyeka ukuphambuka ezindleleni zam, bahlukane nokuzityikila ngezikreqo zabo. Baya kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo, itsho iNkosi uNdikhoyo.”

Uhezekile 14

Uhezekile 14:1-16