Uhezekile 12:28 Ibhayibhile (XHO96)

“Yithi ke kubo: ‘Itsho iNgangalala enguNdikhoyo ukuthi: Akukho lizwi lam liza kulityaziswa; konke endikuthethileyo kuza kwenzeka! Nditshilo nje mna Nkosi Ndikhoyo nditshilo.’ ”

Uhezekile 12

Uhezekile 12:20-28