Uhezekile 11:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wandongamela uMoya kaNdikhoyo, wathi: “Danduluka uthi: Utsho uNdikhoyo ukuthi: Nakuba nina ndlu kaSirayeli nithetha oku, kodwa ndiyazazi iingcinga zenu.

Uhezekile 11

Uhezekile 11:3-9