23. Ubuqaqawuli bukaNdikhoyo baphuma esixekweni, baya kuthi nqumama phezu kwentaba engasempumalanga kuso.
24. Wandifunqula uMoya, waya kundibeka phakathi kwabathinjwa eBhabheli ngokombono ovela kuMoya kaThixo. Wandishiya umbono,
25. ndaya ndabaxelela abathinjwa konke endikuboniswe nguNdikhoyo.