Uhezekile 11:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngoku ke yithi: Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: Ndiya kuniqokelela ezintlangeni, ndinibuyise kuloo mazwe benithe saa kuwo, ndize ndiphinde ndininike umhlaba kaSirayeli.

Uhezekile 11

Uhezekile 11:11-19