Uhezekile 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Niya kuqonda ke ngoko ukuba mna ndinguNdikhoyo. Kaloku niyityeshele imimiselo yam, naphambuka kwimithetho yam, naza nazibeka mgangathweni mnye nezizwe eziningqongileyo.”

Uhezekile 11

Uhezekile 11:7-21