Uhezekile 10:3 Ibhayibhile (XHO96)

Izithunywa ezimaphiko zazimi kwicala lasezantsi endlwini kaThixo ngeli xesha indoda ingenayo. Inkundla ephakathi yayigqunywe lilifu.

Uhezekile 10

Uhezekile 10:1-12