Uhezekile 10:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bezithi zakuma izithunywa ezimaphiko, nawo amavili eme; zithi zakuphakama izithunywa ezimaphiko, nawo amavili aphakame, kuba uMoya olawula izidalwa eziphilayo wawuwalawula namavili.

Uhezekile 10

Uhezekile 10:10-22