Uhezekile 10:11 Ibhayibhile (XHO96)

Xa zihamba zisiya nakuliphi na icala kumacala omane ezijonge kuwo izithunywa ezimaphiko amavili ayengajikelezi, izithunywa ezimaphiko zisiya nakweliphi na icala ejonge kulo intloko zingajika-jiki.

Uhezekile 10

Uhezekile 10:4-19