Uhezekile 1:24 Ibhayibhile (XHO96)

Zathi zakushukuma izidalwa, ndasiva isandi samaphiko azo, saba ngathi sisandi samanzi agqumayo, safana nezwi likaSomandla, sanjengengxokozelo yomkhosi. Zakuma zawasonga amaphiko.

Uhezekile 1

Uhezekile 1:23-28