Uhezekile 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Yayinje imbonakalo yokwakheka kwamavili: Ayefana ncam, onke eqaqambe okwekrisolite. Ivili ngalinye laba ngathi linqumleze elinye ivili.

Uhezekile 1

Uhezekile 1:13-25