Uhagayi 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uHagayi wathi: “Ukuba umntu *unomlaza kukuphatha isidumbu, ngaba xa echukumise ukutya nako kutsho kube nomlaza?”Ababingeleli baphendula bathi: “Ewe, kuba nomlaza.”

Uhagayi 2

Uhagayi 2:12-23