Uhabhakuki 1:15-17 Ibhayibhile (XHO96)

15. Kaloku xa bebonke amaKalediOkanye “amaBhabheli” abatsala ngehaki;ewe, ababambisa ngomnatha.Nango ebaqokelela ebarhuqa,nto leyo iwavuyisa ngochulumacho.

16. Loo mnatha ke awenzela amadini,umnatha otsalwayo awenzele isiqhumiso.Kaloku ethe gcobho nje, ngulo mnatha;ngenxa yawo atya ooni nooni.

17. Ngaba ohlala eqongqotha umnatha,etshabalalisa izizwe engenalusini?

Uhabhakuki 1