Uhabhakuki 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Akunguye na owamandulo, *Ndikhoyo,Thixo wam, wena Yedwa wam?Ke thina asiyi kufa.Ndikhoyo, amaKaledi uwamisele ukuze usigwebe ngawo;Ngxondorha yam, wena uwabekele ukusohlwaya ngawo.

Uhabhakuki 1

Uhabhakuki 1:5-17