Uezra 7:23 Ibhayibhile (XHO96)

Nantoni na emiselwe indlu yakhe nguThixo wezulu mayiqwalaselwe ayenzelwe. Ngani ukuba umbuso kakumkani noonyana bakhe uyekelwe ngengqumbo?

Uezra 7

Uezra 7:20-28