Uezra 7:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko ke thatha isiliva negolide engumnikelo wokuqhutywa yintliziyo kakumkani nabacebisi bakhe, abawunika uThixo kaSirayeli ondlu yakhe iseJerusalem.

Uezra 7

Uezra 7:11-19