Uezra 6:7 Ibhayibhile (XHO96)

Musani ukuphazamisana nomsebenzi wokwakhiwa kwale ndlu kaThixo. Umlawuli wamaJuda namadoda amakhulu akwaJuda mabayakhe kwasesizeni sayo indlu kaThixo leyo.

Uezra 6

Uezra 6:5-11