Uezra 6:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ngenxa yaloo myalelo kakumkani uDariyo, uTatenayi umlawuli wakwelentshona ye-Efrati noSheta-bhozenayi kunye namahlakani abo bawufezekisa ngenyameko loo mthetho.

Uezra 6

Uezra 6:5-22