Uezra 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Aphendula ngolu hlobo ke, athi:“ ‘Thina sizizicaka zikaThixo wezulu nehlabathi. Ngoku ke sivusa indlu eyayakhiwe kwiminyaka yamandulo – yayakhiwe yagqitywa yingangalala yokumkani wakwaSirayeli.

Uezra 5

Uezra 5:10-17