Uezra 4:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke umsebenzi wokwakhiwa kwendlu kaThixo eJerusalem wema ngxi, yada yangunyaka wesibini wolawulo lukaDariyo ukumkani wasePeshiya.

Uezra 4

Uezra 4:19-24