Uezra 2:39-48 Ibhayibhile (XHO96)

39. ekaHarim 1 017

40. AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74

41. Iimvumi: inzala ka-Asafu 128

42. Abalindi-masango endlu kaThixo: inzala kaShalum, uAtere, uTalemon, uAkubhi, uHatita, noShobhayi 139

43. Izicaka zendlu kaThixo: inzala kaZiya, uHasufa, uTabhayoti,

44. uKerose, uSiyaha, uPadon,

45. uLebhana, uHagabha, uAkubhi,

46. uHagabhi, uShalemayi, uHanan,

47. uGidele, uGahare, uRaya,

48. uRezin, uNekoda, uGazam,

Uezra 2