31. abenye iElam 1 254
32. abaseHarim 320
33. abaseLodi, iHadide, neOno 725
34. abaseJeriko 345
35. abaseSena 3 630
36. Ababingeleli: inzala kaYedaya ngendlu kaYeshuwa 973
37. ekaImere 1 052
38. ekaPashure 1 247
39. ekaHarim 1 017
Uezra 2