3. inzala kaParoshe
2 172
4. ekaShefatiya
372
5. eka-Ara
775
6. ekaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi
2 812
7. ekaElam
1 254
8. ekaZatu
945
9. ekaZakayi
760
10. ekaBhani
642
11. ekaBhebhayi
623
12. eka-Azegadi
1 222
13. eka-Adonikam
666
14. ekaBhigwayi
2 056