2. Babekhokelwe nguZerubhabheli, uYeshuwa, uNehemiya, uSeraya, uRelaya, uModekayi, uBhileshan, uMispare, uBhigwayi, uRewum, noBhana.Nalu ke uludwe lwamaSirayeli awabuyayo ndawonye namanani awo:
3. inzala kaParoshe 2 172
4. ekaShefatiya 372
5. eka-Ara 775
6. ekaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 812
7. ekaElam 1 254
8. ekaZatu 945
9. ekaZakayi 760
10. ekaBhani 642
11. ekaBhebhayi 623
12. eka-Azegadi 1 222
13. eka-Adonikam 666