1. Naba ke abantu bephondo lakwaJuda abâkhululwáyo ekuthinjweni kwelaseBhabheli, okuya babethinjwe ngukumkani uNebhukadenezare waseBhabheli. Ke kaloku babuyela eJerusalem nakwaJuda, elowo waya kwidolophu yakowabo.
2. Babekhokelwe nguZerubhabheli, uYeshuwa, uNehemiya, uSeraya, uRelaya, uModekayi, uBhileshan, uMispare, uBhigwayi, uRewum, noBhana.Nalu ke uludwe lwamaSirayeli awabuyayo ndawonye namanani awo:
3. inzala kaParoshe 2 172
4. ekaShefatiya 372
5. eka-Ara 775
6. ekaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 812
7. ekaElam 1 254
8. ekaZatu 945
9. ekaZakayi 760
10. ekaBhani 642
11. ekaBhebhayi 623
12. eka-Azegadi 1 222
13. eka-Adonikam 666
14. ekaBhigwayi 2 056
15. eka-Adin 454
16. eka-Atere ngoHezekiya 98