Uezra 10:32-36 Ibhayibhile (XHO96)

32. noBhenjamin noMaluki noShemariya.

33. Kwinzala kaHashum nguMatenayi noMatata noZabhadi noElifelete noJeremayi noManase noShimeyi.

34. Kwinzala kaBhani nguMadayi noAmram noUweli

35. noBhenaya noBhedeya noKeluwi

36. noVaniya noMeremoti noEliyashibhi

Uezra 10